Sunday, 8 June 2025

Ndokulandela by Bongeziwe Mabandla

Sizokulandela- Skwatta Kamp 


Phambi kwabantu bonke, mna ndiyafunga

Uba bom' endibuphila ndibushiya emva

Lemini isisi'phawulo iyah ndiyazazisa, 

Andisenguye mna lo ndandinguye


Ndokulandela wena, noma wena uyaphi na

Ndokuhamba ngawe zonke imini zobomi bam

Ndokulandela wena, noma wena uyaphi na

Ndokuhamba ngawe zonke imini zobomi bam


Nhliziyo yami yonke ndiyibeka phambi kwakho

Andisenawo wona amandla

Ndincede bawo uzundamukele, 

Uyikhombe indlela ukuze ndihambe


Izwe lingangijekela

Bantu bangiflathele

Mna andijiki

Ndoku Ndokulandela


No comments:

Post a Comment